Mateyu 6:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 “Ukuba niyabaxolela abantu izono zabo, noTata wenu osemazulwini uza kunixolela;+ Mateyu 18:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 UTata osemazulwini uza kwenza loo nto nakuni+ ukuba anibaxoleli ngentliziyo yenu yonke abazalwana benu.”+ Marko 11:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Xa nimile nithandaza, xolelani nabani na ononileyo, ukuze noTata wenu osemazulwini anixolele izono zenu.”+
35 UTata osemazulwini uza kwenza loo nto nakuni+ ukuba anibaxoleli ngentliziyo yenu yonke abazalwana benu.”+
25 Xa nimile nithandaza, xolelani nabani na ononileyo, ukuze noTata wenu osemazulwini anixolele izono zenu.”+