Yeremiya 4:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Zoluseleni kuYehova,Nize nisuse amajwabi eentliziyo zenu,+Nina madoda akwaYuda nabemi baseYerusalem,Ukuze umsindo wam ungavuthi njengomliloUvuthe kungekho mntu unokuwucima,Ngenxa yezinto ezimbi enizenzayo.”+ Roma 2:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Kodwa uba ngumYuda ngaphakathi,+ yaye woluke entliziyweni+ ngomoya oyingcwele, kungekhona ngomthetho obhaliweyo.+ Loo mntu ufumana imbeko* kuThixo, hayi ebantwini.+ Kolose 2:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ngenxa yokuba ninobuhlobo naye, niye noluswa ngendlela eyahlukileyo kwindlela abaqhele ukwenza ngayo abantu, nahlukana nezono ezenziwa ngumzimba,+ noluka ngendlela kaKristu.+
4 Zoluseleni kuYehova,Nize nisuse amajwabi eentliziyo zenu,+Nina madoda akwaYuda nabemi baseYerusalem,Ukuze umsindo wam ungavuthi njengomliloUvuthe kungekho mntu unokuwucima,Ngenxa yezinto ezimbi enizenzayo.”+
29 Kodwa uba ngumYuda ngaphakathi,+ yaye woluke entliziyweni+ ngomoya oyingcwele, kungekhona ngomthetho obhaliweyo.+ Loo mntu ufumana imbeko* kuThixo, hayi ebantwini.+
11 Ngenxa yokuba ninobuhlobo naye, niye noluswa ngendlela eyahlukileyo kwindlela abaqhele ukwenza ngayo abantu, nahlukana nezono ezenziwa ngumzimba,+ noluka ngendlela kaKristu.+