1 Petros 5:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kodwa, emva kokuba nive ubunzima okwexeshana, uThixo wabo bonke ububele,* owanibizela kuzuko lwakhe olungunaphakade+ ngokumanyene noKristu, yena ngokwakhe uza kuniqeqesha ngokupheleleyo. Uza kuniqinisa,+ anomeleze,+ aze anenze nizinze.
10 Kodwa, emva kokuba nive ubunzima okwexeshana, uThixo wabo bonke ububele,* owanibizela kuzuko lwakhe olungunaphakade+ ngokumanyene noKristu, yena ngokwakhe uza kuniqeqesha ngokupheleleyo. Uza kuniqinisa,+ anomeleze,+ aze anenze nizinze.