Luka 6:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Kodwa ke nina, qhubekani nizithanda iintshaba zenu, nisenza izinto ezintle, nibolekise ningalindelanga kufumana nto;+ niza kuvuzwa kakhulu, nize nibe ngoonyana Boyena Uphakamileyo, kuba yena unobubele kwabo bangenambulelo nabenzi-bubi.+ Roma 2:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Okanye ngaba uyabudelela ububele,+ ukunyamezela+ nomonde+ wakhe ongaka, kuba ungazi ukuba ngobubele bakhe, uThixo uzama ukunceda wena uguquke?+ Efese 4:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Kodwa yibani nobubele omnye komnye, nibe novelwano,+ nixolelane ngokusuka entliziyweni* kanye njengokuba noThixo wanixolela ngokusuka entliziyweni* ngoKristu.+
35 Kodwa ke nina, qhubekani nizithanda iintshaba zenu, nisenza izinto ezintle, nibolekise ningalindelanga kufumana nto;+ niza kuvuzwa kakhulu, nize nibe ngoonyana Boyena Uphakamileyo, kuba yena unobubele kwabo bangenambulelo nabenzi-bubi.+
4 Okanye ngaba uyabudelela ububele,+ ukunyamezela+ nomonde+ wakhe ongaka, kuba ungazi ukuba ngobubele bakhe, uThixo uzama ukunceda wena uguquke?+
32 Kodwa yibani nobubele omnye komnye, nibe novelwano,+ nixolelane ngokusuka entliziyweni* kanye njengokuba noThixo wanixolela ngokusuka entliziyweni* ngoKristu.+