Kolose 2:16, 17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Ngoko makungabikho mntu unigwebayo ngento eniyityayo neniyiselayo,+ okanye ngokubhiyozela itheko okanye ukuthwasa kwenyanga+ okanye isabatha.+ 17 Ezo zinto zisisithunzi sezinto ezizayo,+ kodwa umzimba weso sithunzi nguKristu.+ Hebhere 8:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Aba bantu benza umsebenzi ongcwele owawubonisa yaye usisithunzi+ sezinto ezenziwa ezulwini;+ noMoses xa wayeza kwenza intente, wanikwa lo myalelo uvela kuThixo: “Uze uqinisekise ukuba zonke izinto uzenza kanye ngendlela owayiboniswayo entabeni.”+ Hebhere 10:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ekubeni uMthetho usisithunzi+ sezinto ezilungileyo eziza kuza,+ kodwa ungezizo ezo zinto, wona* nemibingelelo eyayisenziwa qho ngonyaka ayinakubenza bagqibelele abantu abakhonza uThixo.+
16 Ngoko makungabikho mntu unigwebayo ngento eniyityayo neniyiselayo,+ okanye ngokubhiyozela itheko okanye ukuthwasa kwenyanga+ okanye isabatha.+ 17 Ezo zinto zisisithunzi sezinto ezizayo,+ kodwa umzimba weso sithunzi nguKristu.+
5 Aba bantu benza umsebenzi ongcwele owawubonisa yaye usisithunzi+ sezinto ezenziwa ezulwini;+ noMoses xa wayeza kwenza intente, wanikwa lo myalelo uvela kuThixo: “Uze uqinisekise ukuba zonke izinto uzenza kanye ngendlela owayiboniswayo entabeni.”+
10 Ekubeni uMthetho usisithunzi+ sezinto ezilungileyo eziza kuza,+ kodwa ungezizo ezo zinto, wona* nemibingelelo eyayisenziwa qho ngonyaka ayinakubenza bagqibelele abantu abakhonza uThixo.+