20 “Andiceleli aba bodwa, kodwa ndicelela nabo baza kuzikholelwa izinto abazifundisayo ngam, 21 ukuze bonke babe banye,+ njengokuba nawe Tata umanyene nam, nam ndimanyene nawe,+ baze nabo bamanyane nathi, ukuze ihlabathi likholwe ukuba ndithunywe nguwe.