Yohane 17:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 ukuze bonke babe banye,+ njengokuba nawe Tata umanyene nam, nam ndimanyene nawe,+ baze nabo bamanyane nathi, ukuze ihlabathi likholwe ukuba ndithunywe nguwe.
21 ukuze bonke babe banye,+ njengokuba nawe Tata umanyene nam, nam ndimanyene nawe,+ baze nabo bamanyane nathi, ukuze ihlabathi likholwe ukuba ndithunywe nguwe.