IiNdumiso
137 Sahlala phantsi ngasemilanjeni yaseBhabhiloni.+
Salila xa sakhumbula iZiyon.+
“Siculeleni enye yeengoma zaseZiyon.”
4 Singayicula njani ingoma kaYehova
Kwilizwe lasemzini?
6 Ulwimi lwam maluthi nca enkalakahleni yam
Ukuba andikukhumbulanga,
Ukuba iYerusalem andiyibekanga ngaphezu
Kwezona zinto zindivuyisayo.+
7 Khumbula Yehova,
Amazwi athethwa ngamaEdom ngemini eyawa ngayo iYerusalem, esithi:
“Yidilizeni! Yidilizeni niye kutsho kwiziseko zayo!”+