IiNdumiso
EkaDavide. Ingoma emnandi.
110 UYehova wathi eNkosini yam:
2 UYehova uza kuphakamisa intonga yegunya lakho eZiyon, esithi:
“Yiya kwiintshaba zakho uzoyise.”+
3 Abantu bakho baza kuzinikela ngokuvumayo ngemini yokuphuma komkhosi wakho.
Uneqela lakho labafana abanjengamathontsi ombethe,
Abaphuma ekuseni, bekhazimla bubungcwele.
4 UYehova ufungile, ibe akazukujika, wathi:
Uza kuyiqhekeza inkokheli* yelizwe elikhulu.*
7 Iza* kusela kumjelo osecaleni kwendlela.
Ngoko ke, iza kuyiphakamisela phezulu intloko yayo.