Iziqulatho
Februwari 15, 2009
Uhlelo Lokufundisa
AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI KA:
Aprili 6-12, 2009
Indlela Amazwi KaYesu Alubangela Ngayo Uyolo
IPHEPHA 6
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 57, 36
Aprili 13-19, 2009
Vumela Amazwi KaYesu Atshintshe Isimo Sakho Sengqondo
IPHEPHA 10
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 106, 132
Aprili 20-26, 2009
Ngaba Amazwi KaYesu Anempembelelo Kwimithandazo Yakho?
IPHEPHA 15
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 88, 161
Aprili 27, 2009–Meyi 3, 2009
IPHEPHA 24
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 213, 53
Injongo Yamanqaku Aza Kufundwa
Amanqaku Aza Kufundwa 1-3 IPHEPHA 6-19
Wathi uYesu akuwagqiba ‘amazwi’ awayewathetha kwiNtshumayelo yaseNtabeni, “zathi khamnqa izihlwele yindlela yakhe yokufundisa.” (Mat. 7:28) Funda ngesizathu soko, uze ubone indlela amazwi akhe anokukwenza ube noyolo ngayo aze abe nempembelelo kwisimo sengqondo nakwimithandazo oyenzayo.
Inqaku Eliza Kufundwa 4 IPHEPHA 24-28
‘Ikhoboka elithembekileyo neliyingqondi’ limiselwe “phezu kwayo yonke impahla [kaKristu].” (Mat. 24:45-47) Eli nqaku lisinika izizathu zokuba sifanele silithembe eli khoboka nendlela esinokubonisa ngayo ukuba siyalithemba.
KWAKULE NKUPHO:
ILizwi LikaYehova Liphilile—Iimbalasane Zencwadi YeSityhilelo—II
IPHEPHA 3
Ngaba Ufanele Wenze Into Oyithandayo Enoba Sekutheni?
IPHEPHA 19
Abathunywa BeVangeli Bakhuthazwe Ukuba Babe NjengoYeremiya
IPHEPHA 22
Imingcwabo YamaKristu—Inesidima, Indilisekile Yaye Iyamkholisa UThixo
IPHEPHA 29