Iziqulatho
Septemba 15, 2012
© 2012 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania. All rights reserved.
Uhlelo Lokufundisa
AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI
KAOKTOBHA 22-28, 2012
Indlela Eliza Kupheliswa Ngayo Eli Hlabathi
IPHEPHA 3 • IINGOMA: 133, 132
KAOKTOBHA 29, 2012–NOVEMBA 4, 2012
Kuza Kubakho Uxolo Iminyaka Eliwaka—Nangaphezulu!
IPHEPHA 8 • IINGOMA: 55, 134
KANOVEMBA 5-11, 2012
Funda Kumonde KaYehova NokaYesu
IPHEPHA 18 • IINGOMA: 35, 90
KANOVEMBA 12-18, 2012
IPHEPHA 23 • IINGOMA: 43, 92
KANOVEMBA 19-25, 2012
UYehova Uyabahlanganisa Abantu Bakhe Abanovuyo
IPHEPHA 28 • IINGOMA: 119, 118
INJONGO YAMANQAKU AZA KUFUNDWA
AMANQAKU AZA KUFUNDWA 1, 2 IPHEPHA 3-12
Kungekudala kuza kwenzeka iziganeko ezishiy’ amehlo. La manqaku axubusha iziganeko ezilishumi esimele sicinge ngazo. Ezihlanu kuzo zingokutshatyalaliswa kwehlabathi likaSathana yaye ezinye ezihlanu zingokusekwa kwehlabathi elitsha.
INQAKU ELIZA KUFUNDWA 3 IPHEPHA 18-22
Sonke siyakulangazelela ukutshatyalaliswa kwale nkqubo yezinto okuza kuzisa iParadesi eyaxelwa kwangaphambili. Enoba uneenyanga okanye iminyaka ulindile, kutheni kubalulekile ukuba nomonde? Eli nqaku liza kusinceda sihlakulele ukuba nomonde.
INQAKU ELIZA KUFUNDWA 4 IPHEPHA 23-27
Bonke abantu bakaThixo bakulindele ngamehlw’ abomvu ukutshatyalaliswa kwale nkqubo ingendawo. Kweli nqaku siza kufunda ngeengenelo zokungazi umhla nelixa lesiphelo.
INQAKU ELIZA KUFUNDWA 5 IPHEPHA 28-32
Iindibano bezisoloko zibalulekile kunqulo olunyulu. Eli nqaku lihlolisisa ezinye zeembalasane zezo ndibano zamaxesha okubhalwa kweBhayibhile nezomhla wethu lize linikele ingqalelo kwiingenelo esizifumanayo ngokuya kuzo.
KWAKULE NKUPHO
13 Izikolo Zobuthixo—Zibubungqina Bokuba UYehova Uyasithanda
NGAPHANDLE: Abazalwana bakwiiPhilippines bazama ukufikelela bonke abantu, abanjengale ndoda ikwisithuthuthu sayo kumntla weLuzon
KWIIPHILIPPINES
ABAVAKALISI KWIIPHILIPPINES
177 635
OOVULINDLELA ABATHE NGXI
29 699
ABABHAPTIZIWEYO EBUDENI BOWAMA-2011
8 586
IILWIMI EKUGUQULELWA KUZO
21