Iziqulatho
Disemba 15, 2014
© 2014 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
UHLELO LOKUFUNDISA
FEBRUWARI 2-8, 2015
‘Phulaphulani Nize Nifumane Intsingiselo’
IPHEPHA 6 • IINGOMA: 92, 120
FEBRUWARI 9-15, 2015
Ngaba ‘Ucacelwe Yintsingiselo’?
IPHEPHA 11 • IINGOMA: 97, 96
FEBRUWARI 16-22, 2015
Ukumanyana Njengoko Eli Hlabathi Lidala Liphela
IPHEPHA 22 • IINGOMA: 107, 29
FEBRUWARI 23, 2015–MATSHI 1, 2015
Ngaba Uyakuxabisa Oko Ukufumeneyo?
IPHEPHA 27 • IINGOMA: 89, 135
AMANQAKU AZA KUFUNDWA
▪ ‘Phulaphulani Nize Nifumane Intsingiselo’
▪ Ngaba ‘Ucacelwe Yintsingiselo’?
Sinokuqiniseka njani ukuba siyayiqonda intsingiselo yemizekeliso kaYesu? La manqaku mabini aza kusibonisa indlela yokuhlalutya imizekeliso esixhenxe eyasetyenziswa nguYesu. Aza kusinceda sibone indlela yokusebenzisa izinto esizifunde kule mizekeliso kubulungiseleli bethu.
▪ Ukumanyana Njengoko Eli Hlabathi Lidala Liphela
▪ Ngaba Uyakuxabisa Oko Ukufumeneyo?
Kweli hlabathi linolutsha olucingela iziqu zalo, kutheni ulutsha olungamaKristu lumele lumanyane nabantu bakaThixo? Kula manqaku siza kuhlola imizekelo emihle nemibi, eza kunceda ulutsha nabantu abadala benze ukhetho lobulumko.
KWIPHEPHA LOKUQALA: Abanye abeza kuLwandle lwaseTamarindo kuNxweme lwePasifiki lwaseCosta Rica bayavuyiswa kukwazi ukuba, kuseza ixesha lokuba umhlaba wonke ube yiparadesi
ECOSTA RICA
ABAVAKALISI
29 185
OOVULINDLELA
2 858
Igama likaThixo, uYehova,
Jéoba
ngolwimi lwesiBribri
Jehová
ngolwimi lwesiCabecar
Amabandla amabini namaqela amabini athetha ulwimi lwesiBribri, ibe amabandla amathathu namaqela amane athetha isiCabecar. Zombini ezi lwimi zezabantu bomthonyama baseMerika