Levitikus 6:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Loo mnikelo mawungabhakwa ngayo nantoni na enegwele.+ Usisabelo sabo endibanike sona kumnikelo wam otshiswa ngomlilo.+ Siyeyona nto ingcwele,+ njengomnikelo wesono nanjengomnikelo wetyala.
17 Loo mnikelo mawungabhakwa ngayo nantoni na enegwele.+ Usisabelo sabo endibanike sona kumnikelo wam otshiswa ngomlilo.+ Siyeyona nto ingcwele,+ njengomnikelo wesono nanjengomnikelo wetyala.