Levitikus 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Makungabhakwa ngayo nantoni na enegwele.+ Sisabelo sabo eso endibanike sona kumnikelo wam wasemlilweni.+ Siyeyona nto ingcwele,+ njengomnikelo wesono nanjengomnikelo wetyala.
17 Makungabhakwa ngayo nantoni na enegwele.+ Sisabelo sabo eso endibanike sona kumnikelo wam wasemlilweni.+ Siyeyona nto ingcwele,+ njengomnikelo wesono nanjengomnikelo wetyala.