Numeri 22:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko ke, nceda uze; ndiqalekisele+ esi sizwana, kuba sinamandla kunam. Mhlawumbi ndingakwazi ukusixabela ndize ndisigxothe kweli lizwe; ngokuba ndazi kakuhle ukuba omsikelelayo usikelelwe nomqalekisayo uqalekisiwe.”+
6 Ngoko ke, nceda uze; ndiqalekisele+ esi sizwana, kuba sinamandla kunam. Mhlawumbi ndingakwazi ukusixabela ndize ndisigxothe kweli lizwe; ngokuba ndazi kakuhle ukuba omsikelelayo usikelelwe nomqalekisayo uqalekisiwe.”+