Numeri 22:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 UBhileham wathi kuBhalaki: “Kodwa ke ndilapha ngoku. Ngaba ndiza kuvunyelwa ukuba ndithethe nantoni na? Ndiza kukwazi kuphela ukuthetha amazwi uThixo awabeka emlonyeni wam.”+
38 UBhileham wathi kuBhalaki: “Kodwa ke ndilapha ngoku. Ngaba ndiza kuvunyelwa ukuba ndithethe nantoni na? Ndiza kukwazi kuphela ukuthetha amazwi uThixo awabeka emlonyeni wam.”+