Duteronomi 2:37 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 Kodwa ke anizange nisondele kwilizwe lama-Amoni,+ kuwo wonke ummandla ongakwiNtlambo YeYabhoki,+ nakwizixeko ezikummandla weentaba, okanye kuyo nayiphi na indawo uYehova uThixo wethu athe makungayiwa kuyo.
37 Kodwa ke anizange nisondele kwilizwe lama-Amoni,+ kuwo wonke ummandla ongakwiNtlambo YeYabhoki,+ nakwizixeko ezikummandla weentaba, okanye kuyo nayiphi na indawo uYehova uThixo wethu athe makungayiwa kuyo.