Duteronomi 2:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Lilizwe loonyana baka-Amon+ kuphela eningasondelanga kulo, unxweme luphela lwentlambo yeYabhoki,+ nezixeko ezikummandla weentaba, nayo nantoni na awanikela umyalelo ngayo uYehova uThixo wethu.
37 Lilizwe loonyana baka-Amon+ kuphela eningasondelanga kulo, unxweme luphela lwentlambo yeYabhoki,+ nezixeko ezikummandla weentaba, nayo nantoni na awanikela umyalelo ngayo uYehova uThixo wethu.