1 Samuweli 7:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kodwa wayephinda abuyele eRama,+ kuba indlu yakhe yayilapho, yaye waba yijaji yamaSirayeli nalapho. Wakhela uYehova isibingelelo apho.+ 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:17 IMboniselo,3/15/2005, iphe. 22
17 Kodwa wayephinda abuyele eRama,+ kuba indlu yakhe yayilapho, yaye waba yijaji yamaSirayeli nalapho. Wakhela uYehova isibingelelo apho.+