2 Kumkani 4:43 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 43 Kodwa isicaka sakhe sathi: “Ndingakubeka njani ukutya okuncinci kangaka phambi kwabantu abayi-100?”+ Wathi kuso: “Nika abantu batye, kuba uthi uYehova, ‘Baza kutya bade bakushiye.’”+
43 Kodwa isicaka sakhe sathi: “Ndingakubeka njani ukutya okuncinci kangaka phambi kwabantu abayi-100?”+ Wathi kuso: “Nika abantu batye, kuba uthi uYehova, ‘Baza kutya bade bakushiye.’”+