2 Kumkani 4:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Noko ke, umlungiseleli wayo wathi: “Ndiya kukubeka njani na oku phambi kwabantu abalikhulu?”+ Yona yathi: “Nika abantu badle, kuba utsho uYehova ukuthi, ‘Kuya kudliwa kubekho nokusalayo.’”+
43 Noko ke, umlungiseleli wayo wathi: “Ndiya kukubeka njani na oku phambi kwabantu abalikhulu?”+ Yona yathi: “Nika abantu badle, kuba utsho uYehova ukuthi, ‘Kuya kudliwa kubekho nokusalayo.’”+