9 ‘Ukuba singehlelwa yintlekele, nokuba kungekrele, umgwebo oqatha, isifo esingubhubhani, okanye indlala, masime phambi kwale ndlu naphambi kwakho (kuba igama lakho likule ndlu),+ size ngenxa yentlungu yethu sikhalele uncedo kuwe, yaye kwanga ungasiva, usisindise.’+