IZenzo 23:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngoko kwabakho isiphithiphithi yaye abanye ababhali ababekwiqela labaFarisi baphikisa benomsindo besithi: “Asifumani tyala kule ndoda, kodwa ukuba kukho umoya okanye ingelosi ethethe naye+—.” IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 23:9 Ukunikela Ubungqina, iphe. 188
9 Ngoko kwabakho isiphithiphithi yaye abanye ababhali ababekwiqela labaFarisi baphikisa benomsindo besithi: “Asifumani tyala kule ndoda, kodwa ukuba kukho umoya okanye ingelosi ethethe naye+—.”