IZenzo 23:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko bamemeza kakhulu,+ yaye bambi kubabhali beqela labaFarisi basukuzana ngobundlobongela, besithi: “Asifumani nto imbi kulo mntu;+ kodwa ukuba umoya okanye ingelosi ithethile kuye,+—.” IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 23:9 Ukunikela Ubungqina, iphe. 188
9 Ngoko bamemeza kakhulu,+ yaye bambi kubabhali beqela labaFarisi basukuzana ngobundlobongela, besithi: “Asifumani nto imbi kulo mntu;+ kodwa ukuba umoya okanye ingelosi ithethile kuye,+—.”