Yoshuwa 13:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 nakwintili yaseBhete-haram+ neBhete-nimra+ neSukoti+ neTsafon, nomnye ummandla wobukhosi bukaSihon ukumkani waseHeshbhon,+ iYordan ingumda ukuya kufikelela esiphelweni solwandle lwaseKinereti+ phesheya kweYordan ukuya ngasempuma.
27 nakwintili yaseBhete-haram+ neBhete-nimra+ neSukoti+ neTsafon, nomnye ummandla wobukhosi bukaSihon ukumkani waseHeshbhon,+ iYordan ingumda ukuya kufikelela esiphelweni solwandle lwaseKinereti+ phesheya kweYordan ukuya ngasempuma.