Isaya 48:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Mna—mna ndithethile. Ngaphezu koko, ndimbizile.+ Ndimzisile, ibe iya kwenziwa iphumelele indlela yakhe.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 48:15 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 130
15 Mna—mna ndithethile. Ngaphezu koko, ndimbizile.+ Ndimzisile, ibe iya kwenziwa iphumelele indlela yakhe.+