Yeremiya 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “‘Kuba kwakudala ndayaphula idyokhwe yakho;+ ndaziqhawula izibopho zakho. Kodwa wathi: “Andizi kukhonza,” kuba walala wanaba+ phezu kweenduli zonke eziphakamileyo naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ uzenza unongogo.+
20 “‘Kuba kwakudala ndayaphula idyokhwe yakho;+ ndaziqhawula izibopho zakho. Kodwa wathi: “Andizi kukhonza,” kuba walala wanaba+ phezu kweenduli zonke eziphakamileyo naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ uzenza unongogo.+