Levitikus 26:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 NdinguYehova uThixo wenu, onikhuphileyo ezweni laseYiputa ukuba ningabi ngamakhoboka awo,+ ndazaphula iidyokhwe zenu ndaza ndanihambisa nathi nkqo.+ Duteronomi 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa nina unithabathile uYehova, wanikhupha kwiziko lentsimbi,+ eYiputa, ukuba nibe sisizwana sakhe+ ngokukhethekileyo njengoko ninjalo namhla. Isaya 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba idyokhwe yomthwalo wabo+ nentonga esemagxeni abo, umsimelelo walowo ubaqweqwedisela emsebenzini,+ uyaphule njengemini yakwaMidiyan.+ Nahum 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku ndiya kusaphula isibonda sakhe sokuthwala esikuwe,+ nezibopho ezikuwe ndiya kuziqhawula kubini.+
13 NdinguYehova uThixo wenu, onikhuphileyo ezweni laseYiputa ukuba ningabi ngamakhoboka awo,+ ndazaphula iidyokhwe zenu ndaza ndanihambisa nathi nkqo.+
20 Kodwa nina unithabathile uYehova, wanikhupha kwiziko lentsimbi,+ eYiputa, ukuba nibe sisizwana sakhe+ ngokukhethekileyo njengoko ninjalo namhla.
4 Kuba idyokhwe yomthwalo wabo+ nentonga esemagxeni abo, umsimelelo walowo ubaqweqwedisela emsebenzini,+ uyaphule njengemini yakwaMidiyan.+
13 Ke kaloku ndiya kusaphula isibonda sakhe sokuthwala esikuwe,+ nezibopho ezikuwe ndiya kuziqhawula kubini.+