Yeremiya 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 kuyo iYiputa+ noYuda+ noEdom+ noonyana baka-Amoni+ noMowabhi+ nabo bonke abo baneenwele ezinquthuliweyo ezintlafunweni abahlala entlango;+ kuba zonke iintlanga azalukanga, kwaye yonke indlu kaSirayeli ayalukanga entliziyweni.”+ Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:26 IMboniselo,3/15/2013, iphe. 9-10
26 kuyo iYiputa+ noYuda+ noEdom+ noonyana baka-Amoni+ noMowabhi+ nabo bonke abo baneenwele ezinquthuliweyo ezintlafunweni abahlala entlango;+ kuba zonke iintlanga azalukanga, kwaye yonke indlu kaSirayeli ayalukanga entliziyweni.”+