16 Owu Yehova, ngokwezenzo zakho zonke zobulungisa,+ ngamana ungabuya umsindo wakho nobushushu bakho kwisixeko sakho iYerusalem, intaba yakho engcwele;+ kuba, ngenxa yezono zethu nangenxa yeziphoso zookhokho bethu,+ iYerusalem nabantu bakho basisingcikivo kubo bonke abo basijikelezileyo.+