16 Owu Yehova, ngokwazo zonke izenzo zakho zobulungisa,+ ndicela ungawukhupheli kwisixeko sakho iYerusalem, intaba yakho engcwele, umsindo wakho nobushushu bakho. Kuba ngenxa yeziphoso zethu nezookhokho bethu, iYerusalem nabantu bakho bayinto yokuhlekisa kubo bonke abo bayijikelezileyo.+