Mateyu 17:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kodwa ukuze singabakhubekisi,+ yiya elwandle, uphose igwegwe lokuloba iintlanzi, uze uthabathe intlanzi ethe yavela kuqala, yaye xa uvula umlomo wayo, uya kufumana ingqekembe yestateri. Yithabathe uze ubanike yona uhlawulele mna nawe.”+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:27 IMboniselo,8/1/2012, iphe. 20 2/1/2008, iphe. 15 Umntu Obalaseleyo, isahl. 62
27 Kodwa ukuze singabakhubekisi,+ yiya elwandle, uphose igwegwe lokuloba iintlanzi, uze uthabathe intlanzi ethe yavela kuqala, yaye xa uvula umlomo wayo, uya kufumana ingqekembe yestateri. Yithabathe uze ubanike yona uhlawulele mna nawe.”+