Ukutyhilwa Kookumkani Abasibhozo
Incwadi yeBhayibhile kaDaniyeli neyeSityhilelo azipheleli nje ekuchazeni ookumkani abasibhozo, okanye ulawulo lwabantu kodwa zikwabonisa nendlela eziya kulandelelana ngayo. Zinokucaca ezo ziprofeto xa siqonda isiprofeto sokuqala esabhalwa eBhayibhileni.
Kuyo yonke imbali, uSathana uye walungelelanisa imbewu yakhe yaba yimibutho yezopolitiko okanye izikumkani. (Luka 4:5, 6) Noko ke, zimbalwa izikumkani zabantu eziye zabaphembelela ngakumbi abantu bakaThixo, enoba bebeluhlanga lwakwaSirayeli okanye ibandla lamaKristu athanjisiweyo. Imibono kaDaniyeli nekaYohane ithetha ngamagunya anamandla asibhozo kuphela.
[Isicangca/Imifanekiso ekwiphepha 12, 13]
(Ukuba ufuna inkcazelo ehlahlelwe kakuhle, yiya kwimpapasho)
IZIPROFETO IZIPROFETO
EZIKUDANIYELI EZIKWISITYHILELO
1. IYiputa
2. IAsiriya
3. IBhabhiloni
4. AmaMedi namaPersi
5. IGrisi
6. IRoma
7. IBritani
neUnited Statesa
8. UManyano LweZizwe
neZizwe Ezimanyeneyob
ABANTU BAKATHIXO
2000 B.C.E.
UAbraham
1500
Uhlanga lwakwaSirayeli
1000
UDaniyeli 500
B.C.E./C.E.
UYohane
USirayeli kaThixo 500
1000
1500
2000 C.E.
[Umbhalo osemazantsi]
a Akho omabini ngexesha lesiphelo. Sicela ufunde iphepha 19.
b Akho omabini ngexesha lesiphelo. Sicela ufunde iphepha 19.
[Imifanekiso]
Umfanekiso omkhulu (Dan. 2:31-45)
Amarhamncwa amane aphuma elwandle (Dan. 7:3-8, 17, 25)
Inkunzi yegusha nenkunzi yebhokwe (Dan., isahl. 8)
Irhamncwa elineentloko ezisixhenxe (ISityhi. 13:1-10, 16-18)
Irhamncwa elineempondo ezimbini likhuthaza ukwenziwa komfanekiso werhamncwa (ISityhi. 13:11-15)
[Inkcazelo]
Photo credits: Egypt and Rome: Photograph taken by courtesy of the British Museum; Medo-Persia: Musée du Louvre, Paris