Yoshuwa 21:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ngapha koko, uYehova wabanika ukuphumla+ entweni yonke, kuko konke awayekufungile+ kookhokho babo, kwaye akukho nalunye kwiintshaba zabo olwema phambi kwabo.+ UYehova wazinikela esandleni sabo zonke iintshaba zabo.+ Yoshuwa 23:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Indoda enye kuphela kuni iya kusukela iwaka,+ ngenxa yokuba uYehova uThixo wenu nguye onilwelayo,+ kanye njengoko wanithembisayo.+ Nehemiya 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko oonyana babo+ beza balidla ilifa ilizwe,+ waboyisa+ phambi kwabo abemi belizwe, amaKanan,+ waza wabanikela esandleni sabo, kwanookumkani babo+ nezizwana zelo lizwe,+ ukuba benze abakuthandayo kuzo.+
44 Ngapha koko, uYehova wabanika ukuphumla+ entweni yonke, kuko konke awayekufungile+ kookhokho babo, kwaye akukho nalunye kwiintshaba zabo olwema phambi kwabo.+ UYehova wazinikela esandleni sabo zonke iintshaba zabo.+
10 Indoda enye kuphela kuni iya kusukela iwaka,+ ngenxa yokuba uYehova uThixo wenu nguye onilwelayo,+ kanye njengoko wanithembisayo.+
24 Ngoko oonyana babo+ beza balidla ilifa ilizwe,+ waboyisa+ phambi kwabo abemi belizwe, amaKanan,+ waza wabanikela esandleni sabo, kwanookumkani babo+ nezizwana zelo lizwe,+ ukuba benze abakuthandayo kuzo.+