1 Kumkani 17:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wazolula phezu komntwana+ lowo izihlandlo ezithathu waza wabiza kuYehova wathi: “Owu Yehova Thixo wam, nceda, wenze umphefumlo+ walo mntwana ubuyele kuye.” IZenzo 20:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa uPawulos wehla, waziphosa kuye+ waza wamwola, wathi: “Musani ukuvusa ingxokozelo, kuba umphefumlo wakhe ukuye.”+
21 Wazolula phezu komntwana+ lowo izihlandlo ezithathu waza wabiza kuYehova wathi: “Owu Yehova Thixo wam, nceda, wenze umphefumlo+ walo mntwana ubuyele kuye.”
10 Kodwa uPawulos wehla, waziphosa kuye+ waza wamwola, wathi: “Musani ukuvusa ingxokozelo, kuba umphefumlo wakhe ukuye.”+