1 Kumkani 17:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wazolula phezu komntwana+ lowo izihlandlo ezithathu waza wabiza kuYehova wathi: “Owu Yehova Thixo wam, nceda, wenze umphefumlo+ walo mntwana ubuyele kuye.” 2 Kumkani 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ekugqibeleni wenyuka walala phezu komntwana+ waza wabeka umlomo wakhe emlonyeni wakhe namehlo akhe phezu kwamehlo akhe neentende zakhe phezu kweentende zakhe, waqhubeka egobile phezu kwakhe, yaye ngokuthe ngcembe inyama yomntwana yafudumala.
21 Wazolula phezu komntwana+ lowo izihlandlo ezithathu waza wabiza kuYehova wathi: “Owu Yehova Thixo wam, nceda, wenze umphefumlo+ walo mntwana ubuyele kuye.”
34 Ekugqibeleni wenyuka walala phezu komntwana+ waza wabeka umlomo wakhe emlonyeni wakhe namehlo akhe phezu kwamehlo akhe neentende zakhe phezu kweentende zakhe, waqhubeka egobile phezu kwakhe, yaye ngokuthe ngcembe inyama yomntwana yafudumala.