1 Samuweli 15:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 USamuweli wathi: “Ngaba uYehova lo uyoliswa yiminikelo etshiswayo+ nemibingelelo na njengoko kunjalo ngokuthotyelwa kwelizwi likaYehova? Khangela! Ukuthobela+ kulunge ngakumbi kunombingelelo,+ ukunikela ingqalelo kunamanqatha+ eenkunzi zeegusha; INdumiso 51:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba akuyoliswa yimibingelelo—ukuba bekunjalo bendiya kuyinikela;+Akukholiswa yiminikelo etshiswa kuphele.+ Isaya 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kunangenelo ngantoni na kum ukuba mininzi kwemibingelelo yenu?” utsho uYehova. “Ndanele yimibingelelo etshiswa kuphele+ yeenkunzi zeegusha+ namanqatha ezilwanyana ezondlekileyo;+ yaye andiyoliswa+ naligazi+ lamathole eenkomo aziinkunzi neenkunzi zeemvana neenkunzi zeebhokhwe.+ Hoseya 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ndiyoliswa bububele bothando,+ kungekhona imibingelelo;+ ndiyoliswa kukwazi uThixo kuneminikelo etshiswa kuphele.+ Mateyu 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Noko ke, ukuba nanikuqondile okuthethwa kukuthi, ‘Ndifuna inceba,+ kungekhona umbingelelo,’+ ngeningakhange nibagwebele isohlwayo abo bangenatyala. Hebhere 10:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko ke xa engena ehlabathini uthi: “‘Akufunanga mbingelelo namnikelo,+ kodwa undilungiselele umzimba.+
22 USamuweli wathi: “Ngaba uYehova lo uyoliswa yiminikelo etshiswayo+ nemibingelelo na njengoko kunjalo ngokuthotyelwa kwelizwi likaYehova? Khangela! Ukuthobela+ kulunge ngakumbi kunombingelelo,+ ukunikela ingqalelo kunamanqatha+ eenkunzi zeegusha;
16 Kuba akuyoliswa yimibingelelo—ukuba bekunjalo bendiya kuyinikela;+Akukholiswa yiminikelo etshiswa kuphele.+
11 “Kunangenelo ngantoni na kum ukuba mininzi kwemibingelelo yenu?” utsho uYehova. “Ndanele yimibingelelo etshiswa kuphele+ yeenkunzi zeegusha+ namanqatha ezilwanyana ezondlekileyo;+ yaye andiyoliswa+ naligazi+ lamathole eenkomo aziinkunzi neenkunzi zeemvana neenkunzi zeebhokhwe.+
6 Kuba ndiyoliswa bububele bothando,+ kungekhona imibingelelo;+ ndiyoliswa kukwazi uThixo kuneminikelo etshiswa kuphele.+
7 Noko ke, ukuba nanikuqondile okuthethwa kukuthi, ‘Ndifuna inceba,+ kungekhona umbingelelo,’+ ngeningakhange nibagwebele isohlwayo abo bangenatyala.
5 Ngoko ke xa engena ehlabathini uthi: “‘Akufunanga mbingelelo namnikelo,+ kodwa undilungiselele umzimba.+