Marko 14:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwaye njengoko babengqendeve etafileni besidla, uYesu wathi: “Inene ndithi kuni, Omnye wenu, odla+ kunye nam, uya kundingcatsha.”+ Yohane 13:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Andithethi ngani nonke; ndiyabazi abo ndibanyulileyo.+ Kodwa oku kukuze sizaliseke+ iSibhalo esithi, ‘Lowo ubefudula esidla isonka sam undiphakamisele isithende.’+ Yohane 13:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngoko ke uYesu waphendula wathi: “Ngulowo ndiya kumnika iqhekeza endilithi nkxu.”+ Yaye ngoko, elithe nkxu iqhekeza, walithabatha waza walinika uYudas, unyana kaSimon Skariyoti.
18 Kwaye njengoko babengqendeve etafileni besidla, uYesu wathi: “Inene ndithi kuni, Omnye wenu, odla+ kunye nam, uya kundingcatsha.”+
18 Andithethi ngani nonke; ndiyabazi abo ndibanyulileyo.+ Kodwa oku kukuze sizaliseke+ iSibhalo esithi, ‘Lowo ubefudula esidla isonka sam undiphakamisele isithende.’+
26 Ngoko ke uYesu waphendula wathi: “Ngulowo ndiya kumnika iqhekeza endilithi nkxu.”+ Yaye ngoko, elithe nkxu iqhekeza, walithabatha waza walinika uYudas, unyana kaSimon Skariyoti.