Mateyu 26:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoxa babesidla, wathi: “Inene ndithi kuni, Omnye wenu uya kundingcatsha.”+ Luka 22:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Kodwa, khangelani! isandla somngcatshi+ wam sikunye nam etafileni.+ Yohane 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Emva kokutsho ezi zinto, uYesu wakhathazeka emoyeni, yaye wanikela ubungqina wathi: “Enyanisweni, ndithi kuni, Omnye wenu uya kundingcatsha.”+
21 Emva kokutsho ezi zinto, uYesu wakhathazeka emoyeni, yaye wanikela ubungqina wathi: “Enyanisweni, ndithi kuni, Omnye wenu uya kundingcatsha.”+