Duteronomi 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Kothi xa athe wakungenisa uYehova uThixo wakho kulo ilizwe awalifungela ookhokho bakho, uAbraham, uIsake noYakobi ukuba akunike,+ izixeko ezikhulu nezinenkangeleko entle ongazakhanga,+ Yoshuwa 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko uYoshuwa walithabatha lonke ilizwe, njengako konke uYehova awakuthembisa uMoses,+ wandula ke uYoshuwa walinika uSirayeli njengelifa ngokwezabelo zakhe, ngokwezizwe zakhe.+ Yaye ilizwe alizange liphazanyiswe yimfazwe.+ Yoshuwa 21:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Ngoko uYehova wamnika uSirayeli lonke ilizwe awayefungile ukumnika kookhokho bakhe,+ yaye balidla ilifa+ ilizwe baza bahlala kulo. Nehemiya 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Wabanika ubukumkani+ nezizwana, nokubahlulela amacandelo ngamacandelo;+ kangangokuba balidla ilifa ilizwe lakwaSihon,+ nelizwe likakumkani waseHeshbhon,+ nelizwe likaOgi+ ukumkani waseBhashan.+ INdumiso 78:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Ngenxa yabo wazigxotha iintlanga,+Waza ngolutya lokulinganisa wababela ilifa,+Ukuze abangele izizwe zakwaSirayeli zihlale emakhayeni azo.+ INdumiso 135:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nowanikela ilizwe labo laba lilifa,+Ilifa kuSirayeli abantu bakhe.+ IZenzo 7:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Yaye nookhokho bethu abalandelayo bayizisa noYoshuwa+ kwilizwe elalileleentlanga,+ ezo uThixo wazityhalela ngaphandle zemka phambi kookhokho bethu.+ Yahlala apha kwada kwayimihla kaDavide. IZenzo 13:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Emva kokutshabalalisa iintlanga ezisixhenxe kwilizwe lakwaKanan, wababela ilizwe lazo ngeqashiso:+
10 “Kothi xa athe wakungenisa uYehova uThixo wakho kulo ilizwe awalifungela ookhokho bakho, uAbraham, uIsake noYakobi ukuba akunike,+ izixeko ezikhulu nezinenkangeleko entle ongazakhanga,+
23 Ngoko uYoshuwa walithabatha lonke ilizwe, njengako konke uYehova awakuthembisa uMoses,+ wandula ke uYoshuwa walinika uSirayeli njengelifa ngokwezabelo zakhe, ngokwezizwe zakhe.+ Yaye ilizwe alizange liphazanyiswe yimfazwe.+
43 Ngoko uYehova wamnika uSirayeli lonke ilizwe awayefungile ukumnika kookhokho bakhe,+ yaye balidla ilifa+ ilizwe baza bahlala kulo.
22 “Wabanika ubukumkani+ nezizwana, nokubahlulela amacandelo ngamacandelo;+ kangangokuba balidla ilifa ilizwe lakwaSihon,+ nelizwe likakumkani waseHeshbhon,+ nelizwe likaOgi+ ukumkani waseBhashan.+
55 Ngenxa yabo wazigxotha iintlanga,+Waza ngolutya lokulinganisa wababela ilifa,+Ukuze abangele izizwe zakwaSirayeli zihlale emakhayeni azo.+
45 Yaye nookhokho bethu abalandelayo bayizisa noYoshuwa+ kwilizwe elalileleentlanga,+ ezo uThixo wazityhalela ngaphandle zemka phambi kookhokho bethu.+ Yahlala apha kwada kwayimihla kaDavide.
19 Emva kokutshabalalisa iintlanga ezisixhenxe kwilizwe lakwaKanan, wababela ilizwe lazo ngeqashiso:+