2 Samuweli 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uNatan wathi kuDavide: “Wena ngokwakho uyiloo ndoda! Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Mna ndakuthambisa+ njengokumkani phezu koSirayeli, yaye mna ndakuhlangula+ esandleni sikaSawule. INdumiso 93:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Izikhumbuzo zakho zingqineke zikholosekile kakhulu.+Ubungcwele buyifanele indlu yakho,+ Yehova, imihla emide.+ INdumiso 119:168 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 168 Ndiyigcinile imiyalelo yakho nezikhumbuzo zakho,+Kuba zonke iindlela zam ziphambi kwakho.+ Daniyeli 5:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Wena ke, nyana wakhe Bheleshatsare,+ akuyithobanga intliziyo yakho,+ nangona ubukwazi konke oku.+ Mateyu 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kaloku, niya kurholelwa phambi kweerhuluneli nookumkani+ ngenxa yam, ukuze kube bubungqina+ kubo nakwiintlanga. IZenzo 26:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ngokuphathelele zonke izinto endimangalelwa+ ngazo ngamaYuda, Kumkani Agripa, ndizibalela ekuthini ndinoyolo ekubeni ndiza kuzithethelela phambi kwakho ngalo mhla,
7 Wandula ke uNatan wathi kuDavide: “Wena ngokwakho uyiloo ndoda! Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Mna ndakuthambisa+ njengokumkani phezu koSirayeli, yaye mna ndakuhlangula+ esandleni sikaSawule.
5 Izikhumbuzo zakho zingqineke zikholosekile kakhulu.+Ubungcwele buyifanele indlu yakho,+ Yehova, imihla emide.+
22 “Wena ke, nyana wakhe Bheleshatsare,+ akuyithobanga intliziyo yakho,+ nangona ubukwazi konke oku.+
18 Kaloku, niya kurholelwa phambi kweerhuluneli nookumkani+ ngenxa yam, ukuze kube bubungqina+ kubo nakwiintlanga.
2 “Ngokuphathelele zonke izinto endimangalelwa+ ngazo ngamaYuda, Kumkani Agripa, ndizibalela ekuthini ndinoyolo ekubeni ndiza kuzithethelela phambi kwakho ngalo mhla,