1 Kronike 22:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngamana uYehova angakunika ingqiqo nokuqonda,+ ngamana angakunika umyalelo ngokuphathelele uSirayeli ukuba uwugcine umthetho kaYehova uThixo wakho.+ Yobhi 32:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngokuqinisekileyo ngumoya osebantwini abafayoNempefumlo kaSomandla ebanika ukuqonda.+ INdumiso 119:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ndinyathelise kuwo umendo wemiyalelo yakho,+Kuba ndiyayoliswa nguwo.+ INtshumayeli 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.
12 Ngamana uYehova angakunika ingqiqo nokuqonda,+ ngamana angakunika umyalelo ngokuphathelele uSirayeli ukuba uwugcine umthetho kaYehova uThixo wakho.+
13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.