2 Kronike 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ndinike ke ubulumko nolwazi+ ukuze ndiphume ndingene phambi kwesi sizwana,+ kuba ngubani onokugweba esi sizwana sakho sikhulu kangaka?”+ INdumiso 119:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ndiqondise, ukuze ndigcine umthetho wakho+Nokuze ndiwugcine ngentliziyo iphela.+ 2 Timoti 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuqiqe oku ndikuthethayo; iNkosi ngokwenene iya kukunika ukuqonda+ kuzo zonke izinto. Yakobi 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko, ukuba kukho nabani na kuni oswele ubulumko,+ makaqhubeke ebucele kuThixo,+ kuba unika bonke ngesisa, engangcikivi;+ yaye uya kubunikwa.+
10 Ndinike ke ubulumko nolwazi+ ukuze ndiphume ndingene phambi kwesi sizwana,+ kuba ngubani onokugweba esi sizwana sakho sikhulu kangaka?”+
5 Ngoko, ukuba kukho nabani na kuni oswele ubulumko,+ makaqhubeke ebucele kuThixo,+ kuba unika bonke ngesisa, engangcikivi;+ yaye uya kubunikwa.+