Duteronomi 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+ INdumiso 42:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndiya kuthi kuThixo oyingxondorha yam:+“Undilibaleleni na?+Kutheni na ndihamba ndibuhlungu ngenxa yengcinezelo yotshaba?”+ Isaya 26:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kholosani ngoYehova+ ngamaxesha onke, kuba likuYa uYehova iLiwa+ ukusa kwixesha elingenammiselo.
4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+
9 Ndiya kuthi kuThixo oyingxondorha yam:+“Undilibaleleni na?+Kutheni na ndihamba ndibuhlungu ngenxa yengcinezelo yotshaba?”+