Hoseya 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ngokuba ngumoya aqhubeka ewuhlwayela, yaye uya kuvuna umoya wesaqhwithi.+ Akukho kudla kuziinkozo kumilileyo.+ Akukho hlumelo livelisa umgubo.+ Ukuba mhlawumbi kukho eliwuvelisayo, abasemzini baya kuwuginya.+ Mateyu 16:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuba koba nayiphi na ingenelo ngomntu ukuzuza ihlabathi liphela kodwa aphulukane nomphefumlo wakhe?+ okanye anganikela ngantoni na umntu esikhundleni+ somphefumlo wakhe? Marko 8:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngokwenene, kunayiphi na ingenelo ngomntu ukuzuza ihlabathi liphela aze aphulukane nomphefumlo wakhe?+ Yohane 6:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Sebenzelani, kungekhona ukutya okutshabalalayo,+ kodwa ukutya okuhlala kuse ebomini obungunaphakade,+ aya kuninika kona uNyana womntu; kuba uBawo, uThixo kanye, ubeke kuye lo itywina lakhe lenkoliseko.”+
7 “Ngokuba ngumoya aqhubeka ewuhlwayela, yaye uya kuvuna umoya wesaqhwithi.+ Akukho kudla kuziinkozo kumilileyo.+ Akukho hlumelo livelisa umgubo.+ Ukuba mhlawumbi kukho eliwuvelisayo, abasemzini baya kuwuginya.+
26 Kuba koba nayiphi na ingenelo ngomntu ukuzuza ihlabathi liphela kodwa aphulukane nomphefumlo wakhe?+ okanye anganikela ngantoni na umntu esikhundleni+ somphefumlo wakhe?
36 Ngokwenene, kunayiphi na ingenelo ngomntu ukuzuza ihlabathi liphela aze aphulukane nomphefumlo wakhe?+
27 Sebenzelani, kungekhona ukutya okutshabalalayo,+ kodwa ukutya okuhlala kuse ebomini obungunaphakade,+ aya kuninika kona uNyana womntu; kuba uBawo, uThixo kanye, ubeke kuye lo itywina lakhe lenkoliseko.”+