Duteronomi 28:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Wokhonza iintshaba zakho+ ezo aya kuzithumela kuwe uYehova, ulambile,+ unxaniwe, uhamba ze, uswele yonk’ into; abeke idyokhwe yentsimbi entanyeni yakho ade akubhubhise.+ Isaya 10:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “Kothi ke ngaloo mini umthwalo wakhe usuke egxalabeni lakho,+ nedyokhwe yakhe entanyeni yakho,+ yaye ngokuqinisekileyo idyokhwe leyo iya kwaphuka+ ngenxa yeoli.” Yeremiya 30:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Kothi ke ngaloo mini,” utsho uYehova wemikhosi, “ndiyaphule idyokhwe esentanyeni yakho, nezibopho zakho ndiya kuziqhawula kubini,+ nabasemzini abasayi kuba samxhaphaza njengesicaka. Hezekile 34:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Nomthi wasendle umele unike isiqhamo sawo,+ nelizwe liya kunikela imveliso yalo,+ yaye okunene ziya kuba semhlabeni wazo zinqabisekile.+ Ziya kwazi ukuba ndinguYehova ndakuzaphula iidyokhwe+ zazo kwaye ndizihlangule esandleni sabo babezisebenzisa njengamakhoboka.+ Nahum 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku ndiya kusaphula isibonda sakhe sokuthwala esikuwe,+ nezibopho ezikuwe ndiya kuziqhawula kubini.+
48 Wokhonza iintshaba zakho+ ezo aya kuzithumela kuwe uYehova, ulambile,+ unxaniwe, uhamba ze, uswele yonk’ into; abeke idyokhwe yentsimbi entanyeni yakho ade akubhubhise.+
27 “Kothi ke ngaloo mini umthwalo wakhe usuke egxalabeni lakho,+ nedyokhwe yakhe entanyeni yakho,+ yaye ngokuqinisekileyo idyokhwe leyo iya kwaphuka+ ngenxa yeoli.”
8 “Kothi ke ngaloo mini,” utsho uYehova wemikhosi, “ndiyaphule idyokhwe esentanyeni yakho, nezibopho zakho ndiya kuziqhawula kubini,+ nabasemzini abasayi kuba samxhaphaza njengesicaka.
27 Nomthi wasendle umele unike isiqhamo sawo,+ nelizwe liya kunikela imveliso yalo,+ yaye okunene ziya kuba semhlabeni wazo zinqabisekile.+ Ziya kwazi ukuba ndinguYehova ndakuzaphula iidyokhwe+ zazo kwaye ndizihlangule esandleni sabo babezisebenzisa njengamakhoboka.+
13 Ke kaloku ndiya kusaphula isibonda sakhe sokuthwala esikuwe,+ nezibopho ezikuwe ndiya kuziqhawula kubini.+