Isaya 41:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Xelani izinto eziza kuza emva koko, ukuze sazi ukuba ningoothixo.+ Ewe, nifanele nenze okulungileyo okanye nenze okubi, ukuze sibhekabheke size sibone kwangaxeshanye.+ Isaya 44:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Abayili bemifanekiso eqingqiweyo bonke abayonto yokwenene,+ nezinto zabo ezithandekayo aziyi kuba yingenelo;+ njengamangqina abo aziboni nto yaye azazi nto,+ ukuze zibe neentloni.+ Isaya 45:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Qokelelanani, nize.+ Sondelani ndawonye, nina babalekileyo ezintlangeni.+ Abo bathwala umthi womfanekiso wabo oqingqiweyo abanalwazi, ngokunjalo nabo bathandaza kuthixo ongenako ukusindisa.+ 1 Korinte 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+
23 Xelani izinto eziza kuza emva koko, ukuze sazi ukuba ningoothixo.+ Ewe, nifanele nenze okulungileyo okanye nenze okubi, ukuze sibhekabheke size sibone kwangaxeshanye.+
9 Abayili bemifanekiso eqingqiweyo bonke abayonto yokwenene,+ nezinto zabo ezithandekayo aziyi kuba yingenelo;+ njengamangqina abo aziboni nto yaye azazi nto,+ ukuze zibe neentloni.+
20 “Qokelelanani, nize.+ Sondelani ndawonye, nina babalekileyo ezintlangeni.+ Abo bathwala umthi womfanekiso wabo oqingqiweyo abanalwazi, ngokunjalo nabo bathandaza kuthixo ongenako ukusindisa.+
4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+