Yeremiya 48:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Silivile ikratshi lakwaMowabhi+—unekratshi kakhulu—ukuphakama kwakhe nekratshi lakhe nokuzidla kwakhe nokuphakama kwentliziyo yakhe.”+ Hezekile 25:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uMowabhi+ noSehire+ bethe: “Khangela! Indlu kaYuda injengazo zonke ezinye iintlanga,”+ Zefaniya 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Ndikuvile ukungcikiva kukaMowabhi+ namazwi atshabhisayo oonyana baka-Amoni,+ abangcikive ngawo abantu bam baza bamana bezigwagwisa nxamnye nommandla wabo.
29 “Silivile ikratshi lakwaMowabhi+—unekratshi kakhulu—ukuphakama kwakhe nekratshi lakhe nokuzidla kwakhe nokuphakama kwentliziyo yakhe.”+
8 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uMowabhi+ noSehire+ bethe: “Khangela! Indlu kaYuda injengazo zonke ezinye iintlanga,”+
8 “Ndikuvile ukungcikiva kukaMowabhi+ namazwi atshabhisayo oonyana baka-Amoni,+ abangcikive ngawo abantu bam baza bamana bezigwagwisa nxamnye nommandla wabo.