Mateyu 14:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wandula wayalela izihlwele ukuba zingqendeve engceni, wazithabatha izonka ezo ezihlanu neentlanzi ezimbini, wakhangela phezulu ezulwini, wacela intsikelelo,+ waza akuba eziqhekezile izonka, wazabela abafundi, abafundi bona bazabela izihlwele.+ Yohane 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UYesu wathi: “Bangqendeviseni abantu njengasesidlweni.”+ Ke kaloku kwakukho ingca eninzi kuloo ndawo. Angqendeva ke ngoko amadoda, emalunga namawaka amahlanu ngenani.+
19 Wandula wayalela izihlwele ukuba zingqendeve engceni, wazithabatha izonka ezo ezihlanu neentlanzi ezimbini, wakhangela phezulu ezulwini, wacela intsikelelo,+ waza akuba eziqhekezile izonka, wazabela abafundi, abafundi bona bazabela izihlwele.+
10 UYesu wathi: “Bangqendeviseni abantu njengasesidlweni.”+ Ke kaloku kwakukho ingca eninzi kuloo ndawo. Angqendeva ke ngoko amadoda, emalunga namawaka amahlanu ngenani.+