2 Kumkani 4:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Noko ke, umlungiseleli wayo wathi: “Ndiya kukubeka njani na oku phambi kwabantu abalikhulu?”+ Yona yathi: “Nika abantu badle, kuba utsho uYehova ukuthi, ‘Kuya kudliwa kubekho nokusalayo.’”+ Mateyu 14:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wandula wayalela izihlwele ukuba zingqendeve engceni, wazithabatha izonka ezo ezihlanu neentlanzi ezimbini, wakhangela phezulu ezulwini, wacela intsikelelo,+ waza akuba eziqhekezile izonka, wazabela abafundi, abafundi bona bazabela izihlwele.+ Mateyu 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukanti abo babesidla yayingamadoda amalunga namawaka amahlanu, ngaphandle kwabafazi nabantwana abaselula.+ Marko 6:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Yaye wayalela bonke abantu ukuba bangqendeve beziziqhu+ ngeziqhu engceni eluhlaza.+ Marko 6:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ngapha koko, abo badla izonka babengamawaka amahlanu amadoda.+ Luka 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Enyanisweni, babemalunga namawaka amahlanu amadoda.+ Kodwa wathi kubafundi bakhe: “Bangqendeviseni njengasezidlweni, babe ngamaqela amalunga namashumi amahlanu lilinye.”+
43 Noko ke, umlungiseleli wayo wathi: “Ndiya kukubeka njani na oku phambi kwabantu abalikhulu?”+ Yona yathi: “Nika abantu badle, kuba utsho uYehova ukuthi, ‘Kuya kudliwa kubekho nokusalayo.’”+
19 Wandula wayalela izihlwele ukuba zingqendeve engceni, wazithabatha izonka ezo ezihlanu neentlanzi ezimbini, wakhangela phezulu ezulwini, wacela intsikelelo,+ waza akuba eziqhekezile izonka, wazabela abafundi, abafundi bona bazabela izihlwele.+
21 Ukanti abo babesidla yayingamadoda amalunga namawaka amahlanu, ngaphandle kwabafazi nabantwana abaselula.+
14 Enyanisweni, babemalunga namawaka amahlanu amadoda.+ Kodwa wathi kubafundi bakhe: “Bangqendeviseni njengasezidlweni, babe ngamaqela amalunga namashumi amahlanu lilinye.”+